Svoboda | Graniru | BBC Russia | Golosameriki | Facebook
Jump to content

Ubisi

Livela

Ubisi

Ubisi ngamanzi amhlophe akukutya okuveliswa kumadlala amabele ezilwanyana ezanyisayo. Ingowona mthombo wesondlo kwizilwanyana ezincancisayo eziselula kubandakanywa neentsana ezincanciswayo, phambi kokuba zikwazi ukwetyisa ukutya okuqinileyo. [1]


Amacandelo alungelelanisa amajoni omzimba ebisini

  • Amacandelo alungelelanisa amajoni omzimba ebisini anegalelo ekukhuseleni umzimba
  • Ubisi olubizwa ngokuba ngumthubi, luqulathe izilwa-buhlungu ezomeleza amajoni omzimba kwaye ngaloo ndlela zinciphisa ingozi yezifo ezininzi.
  • Ubisi lunentswane
    Ubisi luqulethe izondlo ezininzi, kuquka i-calcium kunye neprotheni, kodwa kunye ne -lactose kunye namafutha ahluthayo . [2]

Njengemveliso yezolimo, ubisi luqokelelwa kwizilwanyana zasefama. [3] I-Indiya lelona lizwe livelisa ubisi kakhulu ehlabathini kwaye lihamba phambili ngokuthumela ubisi olungumgubo kumazwe angaphandle.[4] Ngenxa yokuba kukho imfuno ehlala ikhula yeemveliso zobisi e-Indiya, ekugqibeleni inokuba ngumrhwebi wemveliso yobisi kumazwe angaphandle. [5]


AMANYE AMAZWE ATHENGISA IMVELISO ZOBISI

  • INew Zealand
  • iJamani
  • Netherlands


Amaziko ase-US oLawulo lweSifo kunye noThintelo acebisa ukuba abantwana abangaphezulu kweenyanga ezili-12 kufuneka babe neenkonzo ezimbini zeemveliso zobisi ngosuku. [6]


Isalathiso

[7]

[8]

  1. Van Winckel, M; Velde, SV; De Bruyne, R; Van Biervliet, S (2011) "Clinical Practice" European Journal of Pediatrics 170 (12): 1489–1494 PMID 21912895 doi:10.1007/s00431-011-1547-x 
  2. "Milk" The Nutrition Source (in en-us) Harvard T.H. Chan School of Public Health July 2021 retrieved 17 April 2024 
  3. "World Dairy Cow Numbers" [FAO] January 14, 2014 archived from the original on March 23, 2014 retrieved March 23, 2014  Unknown parameter |url-status= ignored (help)
  4. "Government scraps incentive on milk powder exports to check prices" timesofindia-economictimes archived from the original on June 30, 2015 retrieved June 3, 2015  Unknown parameter |url-status= ignored (help)
  5. "Milk quality in India" milkproduction.com archived from the original on June 30, 2015 retrieved June 3, 2015  Unknown parameter |url-status= ignored (help)
  6. "Cow's Milk and Milk Alternatives" Centers for Disease Control and Prevention May 25, 2022 archived from the original on March 13, 2022 retrieved March 10, 2022  Unknown parameter |url-status= ignored (help)
  7. Fox, Pat F. (2008) "Milk: an overview" Milk Proteins (Elsevier): 1–54 ISBN 978-0-12-374039-7 
  8. Ginger, Melanie R; Grigor, Murray R (1999-10) "Comparative aspects of milk caseins" Comparative Biochemistry and Physiology Part B: Biochemistry and Molecular Biology 124 (2): 133–145 ISSN 1096-4959 doi:10.1016/s0305-0491(99)00110-8